Into Yam. - Single
Verse 1
Hallo, ntombazana
Kunjani na kuwe
Kudala ndifuna ukuthetha nawe
Ntonje ndiyoyika
Matsatsi a botshilo bo kotsi
Nqanda nabo benditsala tsala
Mna ndifuna wena wedwa
Nqanda nabo benditsala tsala
Mna ndifuna wena wedwa
Ndithinje ndakubona
Ndibethwe luvalo
Ndiphupha ngawe
Ndikhwaz'igama lakho
Ingqondo ayisebenzi ndimlo
Ngqo-ngqo, hallo
Chorus
Vala sthandwa (Vala sthandwa sam')
Val'ucango dala ndikumele (Ungatsho)
Thatha into yakho (Mandenze njani)
Thatha sthandwa
Thatha konke, dala ndikumele (Ungatsho)
Into yam yeyakho
Verse 2
Khawuleza sondela sthandwa
Nabo bendicofa-cofa
Matsatsi a botshelo bo kotsi
Nabo benditsala-tsala
Nqanda nqanda
Sthandwa sam'
Chorus
Vala sthandwa
Val'ucango (Val'ucango)
K'dala ndikumele (Hayi, ungatsho)
Thatha into yakho (Awh lovie)
Thatha sthandwa
Thatha konke
K'dala ndikumele (Ungatsho)
Into yam yeyakho
Vala sthandwa (Vala sthandwa sam')
Val'ucango (Val'ucango)
K'dala ndikumele (Hayi ungatsho)
Thatha into yakho (Hololo)
Thatha sthandwa
Thatha konke (Thatha konke)
K'dala ndikumele (Ungatsho)
Into yam yeyakho
Verse 3
Mama ndicela undivuse
Andiva na andiva na (Into yam)
Wena (Sthandwa, yeyakho)
Sohlala sisobabini (Into yakho)
Ngoba (Sthandwa yakho)
Uyandithanda nam ndiyakuthanda (Into yami)
Mama (Sthandwa yeyakho)
Ndicela undivuse (Into yakho sthandwa yeyam)
Andiva na andiva (Into yam)
Wena (Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini (Into yakho)
Ngoba (Sthandwa yeyakho)
Uyandithanda ndiyakuthanda
Kudala kudala
Oh kudala ndizula
Ndifunana nawe dali wam
Sekukudala, sekukudala ndizula
Ngoba, nkosi yam, nkosi yam
Chorus
Into yam (Into yam)
Sthandwa, yeyakho (Ndithi yeyakho)
Into yakho sthandwa yeyam (Andiva na andiva na)
Into yam (Wena)
Sthandwa yeyakho (Sohlala sisobabini)
Into yakho (Ngoba)
Sthandwa yeyakho
Some videos may be incorrect, apologies if this is the case, we are improving so that this does not happen in the future.
No comments, you can be the first